INdumiso 119:144 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 144 Izikhumbuzo zakho zezobulungisa ngonaphakade. Ndinike ukuqonda,+ ukuze ndiqhubeke ndiphila. INtshumayeli 3:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ndiye ndafumanisa ukuba yonke into ayenzayo uThixo wokwenene iya kuhlala ngonaphakade. Akukho nto inokongezwa nenokuncitshiswa kuyo. UThixo wokwenene uyenze ngaloo ndlela, ukuze abantu bamoyike.+
14 Ndiye ndafumanisa ukuba yonke into ayenzayo uThixo wokwenene iya kuhlala ngonaphakade. Akukho nto inokongezwa nenokuncitshiswa kuyo. UThixo wokwenene uyenze ngaloo ndlela, ukuze abantu bamoyike.+