INdumiso 95:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kuba yena nguThixo wethu,Thina singabantu bedlelo lakhe,Izimvu* ezihoywa nguye.*+ Ukuba niyalimamela ilizwi lakhe namhlanje,+ Luka 15:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “Ngubani kuni onokuthi eneegusha eziyi-100, kuze kulahleke enye, angazishiyi ezo ziyi-99 apho entlango, aye kukhangela leyo ilahlekileyo ade ayifumane?+ 1 Petros 2:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kuba naninjengeegusha ezilahlekayo,+ kodwa ngoku nibuyele kumalusi+ okhusela ubomi benu.
7 Kuba yena nguThixo wethu,Thina singabantu bedlelo lakhe,Izimvu* ezihoywa nguye.*+ Ukuba niyalimamela ilizwi lakhe namhlanje,+ Luka 15:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “Ngubani kuni onokuthi eneegusha eziyi-100, kuze kulahleke enye, angazishiyi ezo ziyi-99 apho entlango, aye kukhangela leyo ilahlekileyo ade ayifumane?+ 1 Petros 2:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kuba naninjengeegusha ezilahlekayo,+ kodwa ngoku nibuyele kumalusi+ okhusela ubomi benu.
4 “Ngubani kuni onokuthi eneegusha eziyi-100, kuze kulahleke enye, angazishiyi ezo ziyi-99 apho entlango, aye kukhangela leyo ilahlekileyo ade ayifumane?+