Eksodus 15:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UYehova likroti elinamandla.+ Igama lakhe nguYehova.+ 1 Samuweli 17:47 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 47 Wonke umntu olapha uza kwazi ukuba uYehova akasindisi ngakrele nangamkhonto,+ ngenxa yokuba lelikaYehova idabi,+ yaye nonke uza kuninikela kuthi.”+ 2 Kronike 20:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Wathi: “Mamelani nonke maYuda nani bantu baseYerusalem nawe Kumkani Yehoshafati! Uthi uYehova kuni, ‘Sanukoyika okanye nothuke ngenxa yaba bantu baninzi, kuba idabi ayilolenu, kodwa lelikaThixo.+ Isaya 42:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 UYehova uza kuphuma njengendoda enamandla.+ Uza kutshiseka njengegorha.+ Uza kukhwaza, nangoku, uza kuhlaba umkhosi;Uza kuzibonakalisa ukuba unamandla ukogqitha iintshaba zakhe.+
47 Wonke umntu olapha uza kwazi ukuba uYehova akasindisi ngakrele nangamkhonto,+ ngenxa yokuba lelikaYehova idabi,+ yaye nonke uza kuninikela kuthi.”+
15 Wathi: “Mamelani nonke maYuda nani bantu baseYerusalem nawe Kumkani Yehoshafati! Uthi uYehova kuni, ‘Sanukoyika okanye nothuke ngenxa yaba bantu baninzi, kuba idabi ayilolenu, kodwa lelikaThixo.+
13 UYehova uza kuphuma njengendoda enamandla.+ Uza kutshiseka njengegorha.+ Uza kukhwaza, nangoku, uza kuhlaba umkhosi;Uza kuzibonakalisa ukuba unamandla ukogqitha iintshaba zakhe.+