Yobhi 33:28-30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Undisindise engcwabeni,+Ibe ndiza kuqhubeka ndiphila.’ 29 UThixo uzenza zonke ezi zinto;Uzenza kabini, nakathathu kanti, ezenzela abantu,30 Ukuze abasindise engcwabeni,Baze baqhubeke bephila.+
28 Undisindise engcwabeni,+Ibe ndiza kuqhubeka ndiphila.’ 29 UThixo uzenza zonke ezi zinto;Uzenza kabini, nakathathu kanti, ezenzela abantu,30 Ukuze abasindise engcwabeni,Baze baqhubeke bephila.+