Nehemiya 6:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Zathi zakuyibona le nto iintshaba zethu nazo zonke iintlanga ezikufutshane nathi, zahlazeka kakhulu,+ zaqonda ukuba sincedwe nguThixo ukuze senze lo msebenzi. Isaya 41:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Jonga! Bonke abantu abakuleqa benomsindo baza kuhlaziswa baze babe neentloni.+ Abo balwa nawe baza kuba njengento engento baze batshabalale.+ Yeremiya 20:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Kodwa uYehova wayenam njengegorha eloyikekayo.+ Yiloo nto abo banditshutshisayo beza kukhubeka baze bangaphumeleli.+ Baza kuhlaziswa ngokungathethekiyo, kuba abazukuphumelela. Ukuhlaziswa kwabo ngonaphakade akuzukulityalwa.+
16 Zathi zakuyibona le nto iintshaba zethu nazo zonke iintlanga ezikufutshane nathi, zahlazeka kakhulu,+ zaqonda ukuba sincedwe nguThixo ukuze senze lo msebenzi.
11 Jonga! Bonke abantu abakuleqa benomsindo baza kuhlaziswa baze babe neentloni.+ Abo balwa nawe baza kuba njengento engento baze batshabalale.+
11 Kodwa uYehova wayenam njengegorha eloyikekayo.+ Yiloo nto abo banditshutshisayo beza kukhubeka baze bangaphumeleli.+ Baza kuhlaziswa ngokungathethekiyo, kuba abazukuphumelela. Ukuhlaziswa kwabo ngonaphakade akuzukulityalwa.+