Isaya 1:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 “Khanize silungise izinto phakathi kwethu,” utsho uYehova.+ “Nangona izono zenu zibomvu njengegazi,Ziza kwenziwa mhlophe njengekhephu;+Nangona zibomvu njengelaphu elibomvu krwe,Ziza kuba mhlophe njengoboya. IZenzo 3:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 “Guqukani+ ke ngoko, nijike,+ ukuze zicinywe izono zenu,+ nize nihlaziywe nguYehova* ngokwakhe
18 “Khanize silungise izinto phakathi kwethu,” utsho uYehova.+ “Nangona izono zenu zibomvu njengegazi,Ziza kwenziwa mhlophe njengekhephu;+Nangona zibomvu njengelaphu elibomvu krwe,Ziza kuba mhlophe njengoboya.