2 Kumkani 6:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Emva koko wathandaza esithi: “Owu Yehova, ndicela uvule amehlo akhe, ukuze abone.”+ Ngoko nangoko uYehova wawavula amehlo esicaka sakhe saza sabona, yaye jonga! iintaba zazizaliswe ngamahashe neenqwelo zokulwa zomlilo+ zijikeleze uElisha.+ INdumiso 91:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Kaloku uza kuziyalela iingelosi zakhe+Ukuba zikugade kuzo zonke iindlela zakho.+ Mateyu 18:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Lumkani, ningadeleli namnye kwaba bancinci, kuba ndiyaniqinisekisa ukuba, iingelosi zabo ezulwini zihlala zibubona ubuso bukaTata osezulwini.+ Hebhere 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kwakhona uthi ngeengelosi: “Iingelosi zakhe uzenza zibe ngumoya, nabasebenzi bakhe+ babe lidangatye lomlilo.”+ Hebhere 1:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Azingabo na zonke oomoya abenza inkonzo engcwele,+ ezithunywayo ukuba ziyokusebenzela abo baza kusindiswa?
17 Emva koko wathandaza esithi: “Owu Yehova, ndicela uvule amehlo akhe, ukuze abone.”+ Ngoko nangoko uYehova wawavula amehlo esicaka sakhe saza sabona, yaye jonga! iintaba zazizaliswe ngamahashe neenqwelo zokulwa zomlilo+ zijikeleze uElisha.+
10 Lumkani, ningadeleli namnye kwaba bancinci, kuba ndiyaniqinisekisa ukuba, iingelosi zabo ezulwini zihlala zibubona ubuso bukaTata osezulwini.+
7 Kwakhona uthi ngeengelosi: “Iingelosi zakhe uzenza zibe ngumoya, nabasebenzi bakhe+ babe lidangatye lomlilo.”+
14 Azingabo na zonke oomoya abenza inkonzo engcwele,+ ezithunywayo ukuba ziyokusebenzela abo baza kusindiswa?