Mateyu 5:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 “Bonwabile abo badala uxolo,*+ kuba baza kubizwa ngokuba ngoonyana bakaThixo. Hebhere 12:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Zamani ukuba seluxolweni nabantu bonke,+ nize nibe ngcwele+ kuba akakho umntu ongekho ngcwele oya kuyibona iNkosi.
14 Zamani ukuba seluxolweni nabantu bonke,+ nize nibe ngcwele+ kuba akakho umntu ongekho ngcwele oya kuyibona iNkosi.