Yobhi 33:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ndenziwe ngumoya kaThixo,+ Waza uSomandla wandiphefumlela ndaphila.+ Yeremiya 2:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 ‘Kuba abantu bam benze izinto ezimbini ezimbi:Bandilahlile, mna mthombo wamanzi aphilayo,+Baza bazimbela amaqula, Amaqula aqhekekileyo, angenakugcina manzi.’ IZenzo 17:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Kuba ngenxa yakhe sinobomi, siyashukuma yaye sikho, kanye njengokuba ezinye iimbongi zenu zisithi, ‘Kuba nathi singabantwana bakhe.’* ISityhilelo 4:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 “Ufanele Yehova* Thixo wethu onamandla,+ ukwamkela uzuko+ nembeko,+ kuba wadala zonke izinto,+ nangenxa yokuthanda kwakho zabakho yaye zadalwa.”
13 ‘Kuba abantu bam benze izinto ezimbini ezimbi:Bandilahlile, mna mthombo wamanzi aphilayo,+Baza bazimbela amaqula, Amaqula aqhekekileyo, angenakugcina manzi.’
28 Kuba ngenxa yakhe sinobomi, siyashukuma yaye sikho, kanye njengokuba ezinye iimbongi zenu zisithi, ‘Kuba nathi singabantwana bakhe.’*
11 “Ufanele Yehova* Thixo wethu onamandla,+ ukwamkela uzuko+ nembeko,+ kuba wadala zonke izinto,+ nangenxa yokuthanda kwakho zabakho yaye zadalwa.”