1 Samuweli 18:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ngoko uSawule wathi: “Ndiza kumnika yena ukuze abe ngumgibe kuye, nokuze isandla samaFilisti sibe phezu kwakhe.”+ USawule waphinda wathi kuDavide: “Uza kwendiselana nam* namhlanje.” 1 Samuweli 18:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Wathi uSawule: “Nimele nithi kuye, ‘Ukumkani akafuni lobola,+ kodwa ufuna amajwabi ayi-100+ amaFilisti, ukuze aziphindezelele kwiintshaba zakhe.’” USawule ke wayecebe ukuba uDavide abulawe ngamaFilisti.
21 Ngoko uSawule wathi: “Ndiza kumnika yena ukuze abe ngumgibe kuye, nokuze isandla samaFilisti sibe phezu kwakhe.”+ USawule waphinda wathi kuDavide: “Uza kwendiselana nam* namhlanje.”
25 Wathi uSawule: “Nimele nithi kuye, ‘Ukumkani akafuni lobola,+ kodwa ufuna amajwabi ayi-100+ amaFilisti, ukuze aziphindezelele kwiintshaba zakhe.’” USawule ke wayecebe ukuba uDavide abulawe ngamaFilisti.