Mateyu 12:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Umntu olungileyo ukhupha izinto ezintle kwizinto ezintle abezigcinile, kanti umenzi-bubi ukhupha izinto ezimbi kwizinto ezimbi abezigcinile.+ Efese 4:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa malibe lelakhayo xa kufuneka njalo, ukuze libancede abo balivayo.+ Kolose 4:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Hlalani nithetha kakuhle, amazwi enu enongwe ngetyiwa,+ ukuze niyazi indlela yokuphendula umntu ngamnye.+
35 Umntu olungileyo ukhupha izinto ezintle kwizinto ezintle abezigcinile, kanti umenzi-bubi ukhupha izinto ezimbi kwizinto ezimbi abezigcinile.+
29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa malibe lelakhayo xa kufuneka njalo, ukuze libancede abo balivayo.+
6 Hlalani nithetha kakuhle, amazwi enu enongwe ngetyiwa,+ ukuze niyazi indlela yokuphendula umntu ngamnye.+