INdumiso 54:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Jonga! UThixo ngumncedi wam;+UYehova uyabasikelela abo bandixhasayo. Isaya 50:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kodwa iNkosi enguMongami uYehova iza kundinceda.+ Yiloo nto ndingazukuziva ndihlazekile. Yiloo nto ndiqinise ubuso bam njengelitye lenyengane,+Ibe ndiyazi ukuba andizukuhlaziswa. Hebhere 13:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ukuze sibe nesibindi size sithi: “UYehova* ungumncedi wam; andizukoyika. Angandenza ntoni umntu?”+
7 Kodwa iNkosi enguMongami uYehova iza kundinceda.+ Yiloo nto ndingazukuziva ndihlazekile. Yiloo nto ndiqinise ubuso bam njengelitye lenyengane,+Ibe ndiyazi ukuba andizukuhlaziswa.