Duteronomi 23:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kuba uYehova uThixo wenu uhamba-hamba phakathi kwenkampu yenu+ ukuze anihlangule aze azinikele ezandleni zenu iintshaba zenu. Inkampu yenu imele ibe ngcwele,+ ukuze angaboni nto engafanelekanga kuni aze emke, angabi sahamba nani. INdumiso 132:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kuba uYehova ukhethe iZiyon;+Uye wafuna ukuba ibe yindawo yakhe yokuhlala, wathi:+ Isaya 12:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Khwaza, khwaza uvuya, wena mmi* waseZiyon,Kuba mkhulu Lowo Ungcwele kaSirayeli ophakathi kwenu.”
14 Kuba uYehova uThixo wenu uhamba-hamba phakathi kwenkampu yenu+ ukuze anihlangule aze azinikele ezandleni zenu iintshaba zenu. Inkampu yenu imele ibe ngcwele,+ ukuze angaboni nto engafanelekanga kuni aze emke, angabi sahamba nani.