1 Kumkani 8:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 “Kodwa ngaba nyhani uThixo angahlala emhlabeni?+ Jonga! Amazulu, nditsho nezulu lamazulu, alikulingenanga,+ kobekisela phi ke kule ndlu ndiyakhileyo!+ INdumiso 104:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 104 Mandimdumise* uYehova.+ Owu Yehova Thixo wam, umkhulu kakhulu.+ Wambethe uzuko* nobungangamsha.+ INdumiso 148:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Mabalidumise igama likaYehova,Kuba lilo lodwa eliphakame ngokungenakufikeleleka.+ Isidima sakhe singaphezu komhlaba nezulu.+
27 “Kodwa ngaba nyhani uThixo angahlala emhlabeni?+ Jonga! Amazulu, nditsho nezulu lamazulu, alikulingenanga,+ kobekisela phi ke kule ndlu ndiyakhileyo!+
13 Mabalidumise igama likaYehova,Kuba lilo lodwa eliphakame ngokungenakufikeleleka.+ Isidima sakhe singaphezu komhlaba nezulu.+