1 Samuweli 16:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kodwa uYehova wathi kuSamuweli: “Sukujonga inkangeleko yakhe nobude bakhe,+ kuba andikhethanga yena. Indlela abona ngayo umntu asiyondlela abona ngayo uThixo. Umntu ubona nje okubonakalayo emehlweni, kodwa uYehova ubona okusentliziyweni.”+ 2 Kumkani 20:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 “Owu yhini Yehova, ndiyakucenga, ndicela ukhumbule indlela endiye ndathembeka ngayo kuwe, ndikukhonza ngentliziyo yam yonke. Ndiye ndenza izinto ezilungileyo emehlweni akho.”+ Emva koko, uHezekiya watsho ngesikhalo esikrakra. 1 Kronike 29:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ndazi kakuhle Thixo wam, ukuba uyayihlolisisa intliziyo,+ nokuba uvuyiswa kukubona umntu eqhubeka esenza izinto ezilungileyo.*+ Ezi zinto ndizinikele ngokusuka emazantsi entliziyo* yam kwaye kuyandivuyisa ukubona abantu bakho abalapha benikela kuwe.
7 Kodwa uYehova wathi kuSamuweli: “Sukujonga inkangeleko yakhe nobude bakhe,+ kuba andikhethanga yena. Indlela abona ngayo umntu asiyondlela abona ngayo uThixo. Umntu ubona nje okubonakalayo emehlweni, kodwa uYehova ubona okusentliziyweni.”+
3 “Owu yhini Yehova, ndiyakucenga, ndicela ukhumbule indlela endiye ndathembeka ngayo kuwe, ndikukhonza ngentliziyo yam yonke. Ndiye ndenza izinto ezilungileyo emehlweni akho.”+ Emva koko, uHezekiya watsho ngesikhalo esikrakra.
17 Ndazi kakuhle Thixo wam, ukuba uyayihlolisisa intliziyo,+ nokuba uvuyiswa kukubona umntu eqhubeka esenza izinto ezilungileyo.*+ Ezi zinto ndizinikele ngokusuka emazantsi entliziyo* yam kwaye kuyandivuyisa ukubona abantu bakho abalapha benikela kuwe.