INdumiso 103:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Uzibhekelisele kude nathi izono zethu,Njengokuba kude kwempumalanga entshonalanga.+ Isaya 38:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Jonga! Endaweni yoxolo, bekukrakra gqitha kum;Kodwa ngenxa yokuba undithanda,Uye wandisindisa emngxunyeni wentshabalalo.+ Zonke izono zam uziphose emva kwakho.*+
17 Jonga! Endaweni yoxolo, bekukrakra gqitha kum;Kodwa ngenxa yokuba undithanda,Uye wandisindisa emngxunyeni wentshabalalo.+ Zonke izono zam uziphose emva kwakho.*+