-
Estere 6:11, 12IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 Ngoko uHaman wazithatha ezo mpahla nehashe elo, wanxibisa uMordekayi,+ wamhambisa kwindawo kawonke-wonke yesixeko ekhwaza phambi kwakhe esithi: “Kwenziwa nje kwindoda athanda ukuyiwonga ukumkani!” 12 Emva koko uMordekayi wabuyela egeyithini kakumkani, kodwa uHaman wakhawuleza wagoduka, edanile yaye intloko yakhe eyigqumile.
-