Roma 16:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 UThixo, onguye yedwa osisilumko,+ makazukiswe ngonaphakade ngenxa kaYesu Kristu. Amen. 1 Korinte 1:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Siphi na isilumko? Uphi umbhali?* Uphi na umntu othanda ukuphikisa weli hlabathi?* Akabujikanga na uThixo ubulumko beli hlabathi baba bubudenge? Yakobi 3:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kodwa ubulumko obuvela emazulwini, okokuqala bumsulwa,+ budala uxolo,+ bubhetyebhetye,+ bulungele ukuthobela, buhlala bunenceba ibe buvelisa iziqhamo ezihle,+ abukhethi buso+ kwaye abuhanahanisi.*+
20 Siphi na isilumko? Uphi umbhali?* Uphi na umntu othanda ukuphikisa weli hlabathi?* Akabujikanga na uThixo ubulumko beli hlabathi baba bubudenge?
17 Kodwa ubulumko obuvela emazulwini, okokuqala bumsulwa,+ budala uxolo,+ bubhetyebhetye,+ bulungele ukuthobela, buhlala bunenceba ibe buvelisa iziqhamo ezihle,+ abukhethi buso+ kwaye abuhanahanisi.*+