IMizekeliso 7:10, 11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ndabona umfazi esiya kuye,Enxibe ngathi ngumfazi othengisa ngomzimba,+ enentliziyo enamaqhinga. 11 Uthethela phezulu futhi unenkani.+ Akahlali* endlini.
10 Ndabona umfazi esiya kuye,Enxibe ngathi ngumfazi othengisa ngomzimba,+ enentliziyo enamaqhinga. 11 Uthethela phezulu futhi unenkani.+ Akahlali* endlini.