IMizekeliso 2:18, 19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Kuba indlu yakhe yehlela ekufeni,Neendlela zakhe zikhokelela kwabafileyo.+ 19 Akukho namnye obuyayo kwabo balala naye,*Bengazukuphinda bayifumane nendlela yobomi.+ IMizekeliso 7:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Side isibindi sakhe sigqojozwe lutolo.Njengentaka eleqa ukungena kwisibatha, akazi ukuba uzifaka engozini enokudlula nobomi bakhe.+ IMizekeliso 7:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Kuba baninzi abantu abenzakalisileyo;+Baninzi ababuleleyo.+ IMizekeliso 23:27, 28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kuba umfazi othengisa ngomzimba ngumngxuma onzulu,Nomfazi ongakwazi kuziphatha* liqula elimxinwa.+ 28 Ulalela oku kotsotsi;+Wandisa inani lamadoda angathembekanga.
18 Kuba indlu yakhe yehlela ekufeni,Neendlela zakhe zikhokelela kwabafileyo.+ 19 Akukho namnye obuyayo kwabo balala naye,*Bengazukuphinda bayifumane nendlela yobomi.+
23 Side isibindi sakhe sigqojozwe lutolo.Njengentaka eleqa ukungena kwisibatha, akazi ukuba uzifaka engozini enokudlula nobomi bakhe.+
27 Kuba umfazi othengisa ngomzimba ngumngxuma onzulu,Nomfazi ongakwazi kuziphatha* liqula elimxinwa.+ 28 Ulalela oku kotsotsi;+Wandisa inani lamadoda angathembekanga.