INdumiso 33:18, 19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Jonga! Ilihlo likaYehova lihlala libagadile abo bamoyikayo,+Abo bathembele kuthando lwakhe olungagungqiyo,19 Ukuze abasindise ekufeni,Nokuze abagcine bephila ngexesha lendlala.+ INdumiso 37:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ndakha ndangumfana, ngoku ndimdala,Kodwa andikamboni umntu olilungisa elahliwe,+Okanye abantwana bakhe bedinga isonka.*+ Mateyu 6:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala uBukumkani bukaThixo nobulungisa bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziza kongezelelwa kuni.+
18 Jonga! Ilihlo likaYehova lihlala libagadile abo bamoyikayo,+Abo bathembele kuthando lwakhe olungagungqiyo,19 Ukuze abasindise ekufeni,Nokuze abagcine bephila ngexesha lendlala.+
25 Ndakha ndangumfana, ngoku ndimdala,Kodwa andikamboni umntu olilungisa elahliwe,+Okanye abantwana bakhe bedinga isonka.*+
33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala uBukumkani bukaThixo nobulungisa bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziza kongezelelwa kuni.+