Duteronomi 4:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Nimele niyithobele kakuhle,+ kuba loo nto iza kubonisa abantu abaza kuva ngale mithetho, ukuba nilumkile+ yaye niyaqonda,+ ibe baza kuthi, ‘Olu hlanga lukhulu lungabantu abalumkileyo nyhani nabaqondayo.’+
6 Nimele niyithobele kakuhle,+ kuba loo nto iza kubonisa abantu abaza kuva ngale mithetho, ukuba nilumkile+ yaye niyaqonda,+ ibe baza kuthi, ‘Olu hlanga lukhulu lungabantu abalumkileyo nyhani nabaqondayo.’+