Isaya 30:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ukuba niyabhadula okanye niyaphuma endleleni, niye ekunene okanye ekhohlo,+ niza kuva ilizwi emva kwenu lisithi, “Nantsi indlela.+ Hambani ngayo.”
21 Ukuba niyabhadula okanye niyaphuma endleleni, niye ekunene okanye ekhohlo,+ niza kuva ilizwi emva kwenu lisithi, “Nantsi indlela.+ Hambani ngayo.”