-
Duteronomi 1:16, 17IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
16 “Ngelo xesha ndaziyalela iijaji zenu ndathi, ‘Xa kukho abantu abanengxaki baze bayizise kuni ukuze ixoxwe, nimele nigwebe ngobulungisa+ nokuba abo bantu ngamaSirayeli bobabini okanye omnye ngumntu wasemzini.+ 17 Ityala lomntu ophantsi limameleni+ ngokulinganayo nelomntu obalulekileyo.+ Sanukuboyika abantu+ kuba nguThixo ogwebayo;+ yaye ukuba ityala liyanohlula, liziseni kum, ndilive.’+
-