Duteronomi 15:7, 8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “Ukuba omnye wabantakwenu uba lihlwempu kwesinye sezixeko zenu kwilizwe akunika lona uYehova uThixo wenu, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo kumntakwenu olihlwempu.+ 8 Uze ube nobubele kakhulu kuye,+ umboleke nantoni na ayidingayo. INdumiso 37:25, 26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ndakha ndangumfana, ngoku ndimdala,Kodwa andikamboni umntu olilungisa elahliwe,+Okanye abantwana bakhe bedinga isonka.*+ 26 Usoloko eboleka abanye izinto,+Ibe abantwana bakhe baza kusikelelwa. Hebhere 13:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ngaphezu koko, sanukulibala ukwenza into elungileyo nokubapha izinto eninazo abanye,+ kuba uThixo uyayithanda imibingelelo enjalo.+
7 “Ukuba omnye wabantakwenu uba lihlwempu kwesinye sezixeko zenu kwilizwe akunika lona uYehova uThixo wenu, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo kumntakwenu olihlwempu.+ 8 Uze ube nobubele kakhulu kuye,+ umboleke nantoni na ayidingayo.
25 Ndakha ndangumfana, ngoku ndimdala,Kodwa andikamboni umntu olilungisa elahliwe,+Okanye abantwana bakhe bedinga isonka.*+ 26 Usoloko eboleka abanye izinto,+Ibe abantwana bakhe baza kusikelelwa.
16 Ngaphezu koko, sanukulibala ukwenza into elungileyo nokubapha izinto eninazo abanye,+ kuba uThixo uyayithanda imibingelelo enjalo.+