20 baze bathi kwabo badala, ‘Unyana wethu lo unenkani, uyinjubaqa yaye akasithobeli. Utya kakhulu+ futhi ulinxila.’+ 21 Emva koko onke amadoda esixeko sakowabo amele ambethe ngamatye ade afe. Nimele nibususe ububi phakathi kwenu, emva koko onke amaSirayeli aza kuyiva loo nto aze oyike.+