19 ibe ndiza kuzixelela ukuba: “Ndizigcinele izinto ezininzi eziza kundiqhuba iminyaka; ndiza kuzipholela, nditye, ndisele, ndonwabe.”’ 20 Kodwa uThixo wathi kuso, ‘Mntundini ongasebenzisi ngqondo, uza kubulawa ngobu busuku banamhlanje. Ziza kuba zezikabani ke ezi zinto uzigcinileyo?’+