IMizekeliso 23:4, 5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Sukubulalekela ukufumana ubutyebi.+ Khawuyiyeke loo nto, usebenzise ingqondo.* 5 Uza kuthi xa ukrwaqula, bube bungasekho,+Kuba buza kumila amaphiko njengokhozi, bubhabhe buye esibhakabhakeni.+ 1 Timoti 6:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Bayalele abo bazizityebi kweli hlabathi* ukuba bangaziphakamisi, yaye bangathembeli kubutyebi obungazukuhlala bukhona,+ kodwa bathembele kuThixo, osinika zonke izinto ezisonwabisayo.+
4 Sukubulalekela ukufumana ubutyebi.+ Khawuyiyeke loo nto, usebenzise ingqondo.* 5 Uza kuthi xa ukrwaqula, bube bungasekho,+Kuba buza kumila amaphiko njengokhozi, bubhabhe buye esibhakabhakeni.+
17 Bayalele abo bazizityebi kweli hlabathi* ukuba bangaziphakamisi, yaye bangathembeli kubutyebi obungazukuhlala bukhona,+ kodwa bathembele kuThixo, osinika zonke izinto ezisonwabisayo.+