INdumiso 73:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Banjalo ke abenzi-bubi, ezibahambela kakuhle izinto.+ Bahlala bebongeza ubutyebi babo.+ INdumiso 73:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ngokuqinisekileyo ubabeka endaweni emtyibilizi.+ Uyabawisa baze batshabalale.+ 1 Tesalonika 5:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Xa besithi: “Siseluxolweni yaye sikhuselekile!” intshabalalo iza kubaqubula+ kanye njengenimba efikela umfazi okhulelweyo, yaye soze basinde. ISityhilelo 3:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ngoko ke, qhubeka uyikhumbula into oyibonileyo noyivileyo, yaye uqhubeke uyigcina, futhi uguquke.+ Nakanjani ukuba awuvuki, ndiza kukufikela njengesela,+ awuzukulazi tu ixesha endiza kukufikela ngalo.+
3 Xa besithi: “Siseluxolweni yaye sikhuselekile!” intshabalalo iza kubaqubula+ kanye njengenimba efikela umfazi okhulelweyo, yaye soze basinde.
3 Ngoko ke, qhubeka uyikhumbula into oyibonileyo noyivileyo, yaye uqhubeke uyigcina, futhi uguquke.+ Nakanjani ukuba awuvuki, ndiza kukufikela njengesela,+ awuzukulazi tu ixesha endiza kukufikela ngalo.+