Duteronomi 15:7, 8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “Ukuba omnye wabantakwenu uba lihlwempu kwesinye sezixeko zenu kwilizwe akunika lona uYehova uThixo wenu, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo kumntakwenu olihlwempu.+ 8 Uze ube nobubele kakhulu kuye,+ umboleke nantoni na ayidingayo. IMizekeliso 28:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Nabani na opha amahlwempu, akananto aza kuyidinga,+Kodwa umntu ongawahoyiyo, uza kuqalekiswa kakhulu.
7 “Ukuba omnye wabantakwenu uba lihlwempu kwesinye sezixeko zenu kwilizwe akunika lona uYehova uThixo wenu, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo kumntakwenu olihlwempu.+ 8 Uze ube nobubele kakhulu kuye,+ umboleke nantoni na ayidingayo.
27 Nabani na opha amahlwempu, akananto aza kuyidinga,+Kodwa umntu ongawahoyiyo, uza kuqalekiswa kakhulu.