IMizekeliso 21:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Isilumko singasoyisa isixeko* samadoda anamandla,Siwajongele phantsi amandla athembele ngawo.+ IMizekeliso 24:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Umntu osisilumko unamandla,+Ibe ngokusebenzisa kwakhe ulwazi, uya esomelela ngokomelela. INtshumayeli 7:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kuba ubulumko buyakhusela+ njengokuba nemali ikhusela;+ kodwa nantsi into olunceda ngayo ulwazi: Ubulumko bumgcina ephila lowo unabo.+ INtshumayeli 7:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ubulumko buyenza ibe namandla indoda enabo, ngaphezu kwamadoda alishumi anamandla esixekweni.+ INtshumayeli 9:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ubulumko bubhetele kunezixhobo zemfazwe, kodwa umoni nje omnye angonakalisa izinto ezininzi.+
12 Kuba ubulumko buyakhusela+ njengokuba nemali ikhusela;+ kodwa nantsi into olunceda ngayo ulwazi: Ubulumko bumgcina ephila lowo unabo.+