-
1 Kumkani 12:13, 14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Kodwa ukumkani wabaphendula ngqwabalala abantu, walilahla icebiso awayelinikwe ngamadoda amakhulu.* 14 Wathetha nabo ngendlela eyayicetyiswe ngabafana, wathi: “Utata wayenithwalisa idyokhwe enzima, kodwa mna ndiza kuyongeza idyokhwe yenu. Utata wayenohlwaya ngezabhokhwe, kodwa mna ndiza kunikatsa.”
-