Yobhi 7:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Iintsuku zam zikhawuleza ngaphezu komatshini wokuluka,+Ibe ziphela kungekho themba.+ INtshumayeli 2:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kuba umntu usebenza nzima, esenza izinto ngobulumko, ngokwazi nangobuchule, kodwa kufuneke zonke azinike* umntu ongazisebenzelanga.+ Naleyo into ililize nolona sizi lungathethekiyo.* Roma 8:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Kuba indalo yenziwa yaphila ubomi obungenanjongo.+ Ayizange izikhethele obo bomi kodwa yaba yinjongo kaThixo ukuba ayiyeke iphile ubomi obungenanjongo, ngethemba
21 Kuba umntu usebenza nzima, esenza izinto ngobulumko, ngokwazi nangobuchule, kodwa kufuneke zonke azinike* umntu ongazisebenzelanga.+ Naleyo into ililize nolona sizi lungathethekiyo.*
20 Kuba indalo yenziwa yaphila ubomi obungenanjongo.+ Ayizange izikhethele obo bomi kodwa yaba yinjongo kaThixo ukuba ayiyeke iphile ubomi obungenanjongo, ngethemba