-
Eksodus 30:23IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
23 “Uze uthathe ezona ziqholo zinuka kamnandi: amagaqa emore ayi-500, isinamon emnandi eyihafu yaloo mlinganiselo, ibe ngamagaqa ayi-250, nekalamo emnandi ibe ngamagaqa ayi-250,
-
-
Estere 2:12IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
12 Ntwazana nganye yayifumana ithuba lokungena kuKumkani uAhaswerosi emva kokuba ithanjiswe ngezinto zokuyenza ntle iinyanga eziyi-12 ngokomthetho owawubekelwe ezo ntombi, kuba le yayiyindlela eyayimiselwe yokufumana izithambiso zobuhle.* Yayisiba ziinyanga ezintandathu ithanjiswa ngeoli yemore,+ neenyanga ezintandathu ithanjiswa ngeoli yebhalsam+ nangezinye izinto zokuyenza ntle.*
-
-
INdumiso 45:8IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 Zonke iimpahla zakho ziqholwe ngemore nekhala nekasiya;
Kwindlu kakumkani enkulu ehonjiswe ngeempondo zendlovu, kudlalwa imirhubhe ekwenza wonwabe.
-
-
INgoma yazo iiNgoma 5:13IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
Imilebe yakhe ziinyibiba ezivuza imore.+
-