Isaya 43:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova,“Ningumkhonzi wam endimkhethileyo,+Ukuze nindazi futhi nindithembe,Kuba ndisengulowaa.+ Ngaphambi kwam akuzange kwenziwe Thixo,Kwaye akubangakho namnye nasemva kwam.+ Isaya 44:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Uthi uYehova,UKumkani kaSirayeli+ noMhlawuleli wakhe,+ uYehova wemikhosi: ‘Ndingowokuqala, nowokugqibela.+ Akukho Thixo ngaphandle kwam.+ Isaya 48:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Khawundimamele Yakobi, nawe Sirayeli endimbizileyo. NdisenguLowa.+ Ndingowokuqala; ndikwanguye nowokugqibela.+ ISityhilelo 1:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 “NdinguAlfa no-Omega,”*+ utsho uYehova* uThixo, “Lowo ukhoyo nowayekho nozayo, uSomandla.”+
10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova,“Ningumkhonzi wam endimkhethileyo,+Ukuze nindazi futhi nindithembe,Kuba ndisengulowaa.+ Ngaphambi kwam akuzange kwenziwe Thixo,Kwaye akubangakho namnye nasemva kwam.+
6 Uthi uYehova,UKumkani kaSirayeli+ noMhlawuleli wakhe,+ uYehova wemikhosi: ‘Ndingowokuqala, nowokugqibela.+ Akukho Thixo ngaphandle kwam.+
12 Khawundimamele Yakobi, nawe Sirayeli endimbizileyo. NdisenguLowa.+ Ndingowokuqala; ndikwanguye nowokugqibela.+