5 Ngoku ukuba niyalithobela ilizwi lam, nisigcine isivumelwano sam, ngokuqinisekileyo niza kuba ngabantu bam abakhethekileyo,+ phakathi kwazo zonke izizwana, kuba wonke umhlaba ngowam.+ 6 Niza kuba bubukumkani bababingeleli, isizwe esingcwele.’+ Thetha loo mazwi kumaSirayeli.”