Duteronomi 28:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+ Duteronomi 28:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Isiqhamo somhlaba wakho nayo yonke into oyivelisayo, iza kutyiwa ngabanye abantu ongabaziyo+ yaye uza kuhlala uqhathwa, utyunyuzwa. Yeremiya 50:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 “AmaSirayeli anjengeegusha ezithe saa.+ Iingonyama ziwasasazile.+ Aqala aqwengwa ngukumkani waseAsiriya,+ waza uKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni wakhukhuza amathambo awo.+
15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+
33 Isiqhamo somhlaba wakho nayo yonke into oyivelisayo, iza kutyiwa ngabanye abantu ongabaziyo+ yaye uza kuhlala uqhathwa, utyunyuzwa.
17 “AmaSirayeli anjengeegusha ezithe saa.+ Iingonyama ziwasasazile.+ Aqala aqwengwa ngukumkani waseAsiriya,+ waza uKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni wakhukhuza amathambo awo.+