26 Emva koko uThixo wathi: “Masenze+ umntu ngokomfanekiso wethu,+ ngokufana nathi,+ ibe makalawule iintlanzi zolwandle, iintaka ezisesibhakabhakeni, izilwanyana zasekhaya, alawule wonke umhlaba nazo zonke izilwanyana ezinambuzelayo ezihamba emhlabeni.”+