4 Yathi kuyo: “Baleka uyokuthi kulaa mfana, ‘“IYerusalem iza kuba njengelizwe+ elivulekileyo lasemaphandleni, ngenxa yokuba baza kuba baninzi abantu nemfuyo kuyo.+ 5 Yaye kuyo,” utsho uYehova, “ndiza kuba ludonga lomlilo oluyijikelezileyo,+ kwaye ndiza kuba luzuko kuyo.”’”+