2 Kumkani 17:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wathimba iSamariya.+ Emva koko wawathimbela+ eAsiriya amaSirayeli, waza wawahlalisa eHala naseHabhore ngakumlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+ Hoseya 1:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Waphinda wakhulelwa, wazala intombi. Wathi uThixo kuHoseya: “Yithiye igama elinguLo-ruhama,* kuba andizukuphinda ndiyenzele nceba+ indlu kaSirayeli, ngenxa yokuba ndiza kuyigxotha.+
6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wathimba iSamariya.+ Emva koko wawathimbela+ eAsiriya amaSirayeli, waza wawahlalisa eHala naseHabhore ngakumlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+
6 Waphinda wakhulelwa, wazala intombi. Wathi uThixo kuHoseya: “Yithiye igama elinguLo-ruhama,* kuba andizukuphinda ndiyenzele nceba+ indlu kaSirayeli, ngenxa yokuba ndiza kuyigxotha.+