Isaya 62:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ephakamisa isandla sakhe sasekunene, ingalo yakhe eyomeleleyo, uYehova ufunge wathi: “Andiphindi ndiyeke iintshaba zakho zizithaphulele ekutyeni kwakho okuziinkozo,Futhi abasemzini abazukuyisela newayini yakho entsha oyisebenzele nzima.+ Amosi 9:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ndiza kubabuyisa abantu bam abathinjiweyo amaSirayeli,+Ibe baza kuphinda bazakhe izixeko ezingenabantu baze bahlale kuzo;+Baza kutyala amasimi eediliya basele iwayini yazo,+Balime iigadi batye iziqhamo zazo.’+
8 Ephakamisa isandla sakhe sasekunene, ingalo yakhe eyomeleleyo, uYehova ufunge wathi: “Andiphindi ndiyeke iintshaba zakho zizithaphulele ekutyeni kwakho okuziinkozo,Futhi abasemzini abazukuyisela newayini yakho entsha oyisebenzele nzima.+
14 Ndiza kubabuyisa abantu bam abathinjiweyo amaSirayeli,+Ibe baza kuphinda bazakhe izixeko ezingenabantu baze bahlale kuzo;+Baza kutyala amasimi eediliya basele iwayini yazo,+Balime iigadi batye iziqhamo zazo.’+