2 Kronike 6:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 “Kodwa ngaba nyhani uThixo angahlala nabantu emhlabeni?+ Jonga! Amazulu, nditsho nezulu lamazulu, alikulingenanga.+ Kobekisela phi ke kule ndlu ndiyakhileyo!+ IZenzo 17:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 UThixo owadala umhlaba nazo zonke izinto ezikuwo yiNkosi yezulu nomhlaba,+ ngoko akahlali kwiitempile ezakhiwe ngezandla;+
18 “Kodwa ngaba nyhani uThixo angahlala nabantu emhlabeni?+ Jonga! Amazulu, nditsho nezulu lamazulu, alikulingenanga.+ Kobekisela phi ke kule ndlu ndiyakhileyo!+
24 UThixo owadala umhlaba nazo zonke izinto ezikuwo yiNkosi yezulu nomhlaba,+ ngoko akahlali kwiitempile ezakhiwe ngezandla;+