Isaya 34:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Imini nobusuku alizukucinywa;Umsi walo uza kunyuka ngonaphakade. Liza kuhlala litshabalele izizukulwana ngezizukulwana;Akuzukudlula mntu kwaphela apho de kube ngunaphakade kanaphakade.+ Mateyu 25:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 “Emva koko uKumkani uza kuthi kwabo bangasekhohlo kwakhe: ‘Hamban’ apha,+ nina niqalekisiweyo, niye emlilweni ongunaphakade+ owalungiselelwa uMtyholi neengelosi zakhe.+ Marko 9:47, 48 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 47 Yaye ukuba ilihlo lakho likwenza wone, lilahle kude.+ Kungcono ungene eBukumkanini bukaThixo unelihlo elinye kunokuba uthi unamehlo omabini uphoswe eGehena,*+ 48 apho iimpethu zingafiyo nomlilo ungacinywayo.+ 2 Tesalonika 1:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Abo bantu baza kugwetywa ngokutshatyalaliswa ngonaphakade,+ bangabikho phambi kweNkosi, baze bangancedwa nangamandla ayo amakhulu.
10 Imini nobusuku alizukucinywa;Umsi walo uza kunyuka ngonaphakade. Liza kuhlala litshabalele izizukulwana ngezizukulwana;Akuzukudlula mntu kwaphela apho de kube ngunaphakade kanaphakade.+
41 “Emva koko uKumkani uza kuthi kwabo bangasekhohlo kwakhe: ‘Hamban’ apha,+ nina niqalekisiweyo, niye emlilweni ongunaphakade+ owalungiselelwa uMtyholi neengelosi zakhe.+
47 Yaye ukuba ilihlo lakho likwenza wone, lilahle kude.+ Kungcono ungene eBukumkanini bukaThixo unelihlo elinye kunokuba uthi unamehlo omabini uphoswe eGehena,*+ 48 apho iimpethu zingafiyo nomlilo ungacinywayo.+
9 Abo bantu baza kugwetywa ngokutshatyalaliswa ngonaphakade,+ bangabikho phambi kweNkosi, baze bangancedwa nangamandla ayo amakhulu.