Duteronomi 28:49, 50 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 49 “UYehova uza kunizisela uhlanga oluvela kude+ ukuba luzokunihlasela. Luza kunixhwila njengokhozi,+ yaye luza kube luthetha ulwimi eningalwaziyo,+ 50 uhlanga oloyikekayo, olungazukumkhathalela umntu omdala okanye lube nenceba emntwaneni.+
49 “UYehova uza kunizisela uhlanga oluvela kude+ ukuba luzokunihlasela. Luza kunixhwila njengokhozi,+ yaye luza kube luthetha ulwimi eningalwaziyo,+ 50 uhlanga oloyikekayo, olungazukumkhathalela umntu omdala okanye lube nenceba emntwaneni.+