-
Isaya 8:3, 4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 Ndalala nomprofetikazi,* wakhulelwa, waza wazala umntwana oyinkwenkwe.+ Emva koko uYehova wathi kum: “Mthiye igama elinguMahere-shalali-hashe-bhazi, 4 kuba ngaphambi kokuba loo nkwenkwe ikwazi ukuthi, ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubutyebi baseDamasko namaxhoba aseSamariya aza kusiwa kukumkani waseAsiriya.”+
-