Genesis 19:24, 25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Emva koko uYehova wanethisa imvula yesalfure nomlilo eSodom naseGomora, yayisuka kuYehova, emazulwini.+ 25 Ngoko wazibhukuqa ezi zixeko, kwanayo yonke loo ngingqi, kunye nabemi bezo zixeko nezityalo zomhlaba.+ Yeremiya 50:40 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 40 “Kanye njengokuba uThixo watshabalalisa iSodom neGomora+ needolophu ezikufutshane nayo,+ akukho mntu uza kuhlala apho, kungekho mntu uza kuzinza kuyo,” utsho uYehova.+
24 Emva koko uYehova wanethisa imvula yesalfure nomlilo eSodom naseGomora, yayisuka kuYehova, emazulwini.+ 25 Ngoko wazibhukuqa ezi zixeko, kwanayo yonke loo ngingqi, kunye nabemi bezo zixeko nezityalo zomhlaba.+
40 “Kanye njengokuba uThixo watshabalalisa iSodom neGomora+ needolophu ezikufutshane nayo,+ akukho mntu uza kuhlala apho, kungekho mntu uza kuzinza kuyo,” utsho uYehova.+