41 UFaro waphinda wathi kuYosefu: “Jonga, ndiyakubeka ukuba uphathe lonke ilizwe laseYiputa.”+ 42 Emva koko wakhulula iringi yakhe yokubeka isitampu, wayifaka esandleni sikaYosefu, wamnxibisa impahla yelinen yodidi, wamfaka neneklesi yegolide emqaleni.