Daniyeli 4:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 “Ngoko ke, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa yaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ kuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zezobulungisa,+ nangenxa yokuba uyakwazi ukubathoba abo bahamba benekratshi.”+ Yakobi 4:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kodwa ububele bukaThixo* businceda siyoyise yonke loo mikhwa. Izibhalo zithi: “UThixo akabathandi abantu abanekratshi,+ kodwa ubenzela ububele abo bathobekileyo.”+
37 “Ngoko ke, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa yaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ kuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zezobulungisa,+ nangenxa yokuba uyakwazi ukubathoba abo bahamba benekratshi.”+
6 Kodwa ububele bukaThixo* businceda siyoyise yonke loo mikhwa. Izibhalo zithi: “UThixo akabathandi abantu abanekratshi,+ kodwa ubenzela ububele abo bathobekileyo.”+