2 Owu ukuba nje bendinendawo yokuhlala yabahambi entlango!
Bendiya kubashiya abantu bakuthi ndimke kubo,
Kuba bonke bangabakrexezi,+
Iqela labantu abanamaqhinga;
3 Ulwimi lwabo balugoba njengesaphetha;
Elizweni kugcwele ubuxoki kunokuthembeka.+
“Basuka ebubini baye ebubini,
Ibe abandihoyanga,”+ utsho uYehova.