Hezekile 20:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Kodwa ndiza kubasusa kuni abantu abangathobeliyo nabo bandonayo.+ Ndiza kubakhupha kwilizwe abaphambukele kulo, kodwa abazukungena kumhlaba wakwaSirayeli;+ ibe niza kutsho nazi ukuba ndinguYehova.’
38 Kodwa ndiza kubasusa kuni abantu abangathobeliyo nabo bandonayo.+ Ndiza kubakhupha kwilizwe abaphambukele kulo, kodwa abazukungena kumhlaba wakwaSirayeli;+ ibe niza kutsho nazi ukuba ndinguYehova.’